4.
Musa ukuzisebenzisa iimbiza neepani ezingenasiciko okanye ezigobongqo okanye ezinemiphantsi
engalinganiyo.
5.
Layita isixhobo ngokujika iswitshi yombane. Xa silayita isibane sesalathi, isixhobo siyasebenza.
6.
Jika isilawuli siye kwisikhundla esicetyiswayo esiphawulelwe ukufikelela kwiqondo lobushushu
obunqwenelwayo. Sebenzisa esi sikhokelo njengesalathisi.
OFF:
Isikhundla sikaCIMILE. Akukho Mbane.
L(LOW):
Sesokubilisa kancinci, ukwenza ngqindilili iisosi nokupheka ngokucothayo.
M(Medium):
Sesokubilisa izinto ezinkulu nokuGcada njee phezulu.
H(High):
Sesokutshisa nokubilisa ngokukhawuleza.
7.
Isibane siya kucima xa i-hotplate ifikelela kwiqondo lobushushu elikhethiweyo, kwaye siya
kutshintshana ngokujikela ku-on no-off ukugcina iqondo lobushushu.
8.
Xa singasetyenziswa soloko ujika isilawuli siye kwisikhundla sika-
“OFF” kwaye uqhawule
unxibelelwano kwindawo ephuma umbane.
UKUYIKHATHALELA NOKUYICOCA
1.
Coca umphezulu opeyintiweyo ngelaphu elithambileyo elifumileyo nangomgubo wokucoca endlwini
ophakathi.
2.
Ukutya okuchithekileyo kwi-Hotplate zingashenxiswa ngesicoci sasendlwini. Layita i-Hotplate
okwexeshana ide yome emva kokuba uyicocile, uze uyicime ke ngoku.
3.
Kucetyiswa abacoci be-hotplate abafumanekayo ngokwezorhwebo ukulondoloza ukugqibeka
kwemvelo kwe- hotplate.
ISIXHOSA
Summary of Contents for JB-1008
Page 27: ......