background image

 
 

 

 

ISIXHOSA 

 

 

INTSHAYELELO 

AMANYATHELO ANGAPHAMBILI OKUTHINTELA 

OKUNOKWENZEKA KUDANDALAZISO 

LWAMANDLA 

AGQITHISILEYOEMAYIKHROWEYIVU 

1. 

Musa ukuzama ukuyisebenzia le oveni ivuleke ucango kuba ukusebenza kukho ucango 
oluvulekileyo  kungabangela  kudandalaziso  oluyingozi  kumandla  emayikhroweyivu. 
Kubalulekile ukuba ungazoyisi okanye ubhucabhucane neziminxanisi zokhuseleko. 

2. 

Musa  ukubeka nayiphi  na  into phakathi kobuso bangaphambili beoveni kunye  nocango 

okanye uvumele umhlaba intsalela yesicoci sihlale kwimiphezulu yesilingi. 

3. 

Musa  ukuyisebenzisa  ioveni  ukuba  yonakele.  Kubaluleke  ngokukodwa  ukuba  ucango 

lweoveni luvaleke nca ngokufanelekileyo kwaye akukho monakalo 

d.

 

Elucangweni (lugobile) 

e.

 

Iihenjisi neeletshi (zaphukile okanye zityeketyeke) 

f.

 

Amatywina ocango nemiphezulu yesilingi. 

4. 

I-oveni  akumele  ilungelelaniswe  okanye  ilungiswe  nagowuphi  na  umntu  ngaphandleni 

kokuba ngumntu oqeqeshelwe inkonzo ngokufanelekileyo. 

 

ISIQULATHO 

AMANYATHELO ANGAPHAMBILI OKUTHINTELA OKUNOKWENZEKA KUDANDALAZISO 
LWAMANDLA AGQITHISILEYO EMAYIKHROWEYIVU ................................................................... 1

 

IMIYALELO EBALULEKILEYO YOKHUSELEKO ............................................................................. 2

 

IINKCUKACHA .................................................................................................................................. 3

 

UFAKELO .......................................................................................................................................... 3

 

UNGENELELO LWEREDIYO............................................................................................................ 3

 

IMITHETHO-SISEKO YOKUPHEKA NGEMAYIKHROWEYIVU ....................................................... 4

 

IMIYALELO YOKUNXIBELELANISA NOMHLABA  ........................................................................... 4

 

PHAMBI KOKUBA UBIZE INKONZO ................................................................................................ 4

 

ISIKHOKELO SEZIXHOBO ZASEKHITHINI ..................................................................................... 4

 

AMALUNGU ...................................................................................................................................... 5

 

I

CANDELO LOLAWULO ................................................................................................................... 5

 

Isikhethi soMbane/Intshukumo ..................................................................................... 6 

Isicofo sexesha ............................................................................................................. 6 

Ukupheka ngeMayikhroweyivu..................................................................................... 6 

UMSEBENZI ..................................................................................................................................... 6

 

 

UKUYICOCA NOKUYIKHATHALELA .............................................................................................. 7

 

ISIQINISEKISO..........................................................................................................................8 

 

 

Enkosi  ngokuthenga  iOveni  yeMayikhroweyivu  yethu  i-

“Ottimo”

.  Iyunithi 

nganye yenzelwe ukuqinisekisa ukhuseleko, ukuthembeka  nokusebenziseka 
lula. Phambi kokuyisebenzisa, nceda uyifunde ngenyameko le miyalelo kwaye 
uyilondolozele ukureferensa kwixesha elizayo.

 

Summary of Contents for P70B17L-T8

Page 1: ...INSTRUCTION MANUAL 17 L MICROWAVE OVEN MODEL P70B17L T8 7000010 EAN 6001001626040 INDOOR HOUSEHOLD USE ONLY Please save and read this instruction manual carefully before use...

Page 2: ...and latches broken or loosened c Door seals and sealing surfaces 4 The oven should not be adjusted or repaired by anyone except properly qualified service personnel CONTENT PRECAUTIONS FOR AVOIDING PO...

Page 3: ...explode 8 Microwave heating of beverages can result in delayed eruptive boiling so care has to be taken when handling a container 9 Do not fry food in the oven Hot oil can damage oven components and u...

Page 4: ...re heat moisture or high humidity is generated or near combustible materials 5 For correct operation the oven must have sufficient airflow Allow 20 cm of space above the oven 10 cm behind and 5 cm on...

Page 5: ...lt in a fire or other accident causing oven damage WARNING Improper use of the earthing plug could result in an electric shock risk Note 1 If you have any questions about earthing or electrical instru...

Page 6: ...oblong ones are recommend as food in corners tends to overcook 5 Narrow strips of aluminum foil may be used to prevent overcooking of exposed areas But be careful don t use too much and keep a distan...

Page 7: ...itch to choose power strength before you start a cooking session Timer switch With this switch you select your desired cooking time of up to 30 minutes per cooking session Microwave cooking There are...

Page 8: ...aner 5 Do not allow the control panel to become wet Clean with a soft damp cloth When cleaning the control panel leave oven door open to prevent oven from accidentally turning on 6 If steam accumulate...

Page 9: ...t 6 six months of the warranty receive a refund of the actual price paid or exchange the product for the same or similar product of the same purchased value 2 2 After 6 six months of the warranty have...

Page 10: ...ina ocango nemiphezulu yesilingi 4 I oveni akumele ilungelelaniswe okanye ilungiswe nagowuphi na umntu ngaphandleni kokuba ngumntu oqeqeshelwe inkonzo ngokufanelekileyo ISIQULATHO AMANYATHELO ANGAPHAM...

Page 11: ...kumphakathi xa ingayisebenzi 7 ISILUMKISO Into engamanzi okanye okunye ukutyaakufuneki ukuba kufudunyezwe kukwiziqulatho ezitywiniweyo ngenxa yokuba zinokugqabhuka 8 Ukwenza shushu iziselo ngemayikhr...

Page 12: ...ma bayo kwaye okona kutya kukhulu bungaphekwa kwioveni 4 Musa ukuyibeka ioveni apho ubushushu umfumo okanye ukufuma okukhulu kwenzeka khona okanye kufuphi kweemathiriyeli ezitsha lula 5 Ukusebenza oku...

Page 13: ...ngela umlilo okanye enye ingozi ebangela umonakalo weoveni ISILUMKISO Ukusetyenziswa okungafanelekanga kokunxulumaniswa kweplagi yesixhobo nomhlaba kungabangela umngcipheko wokukhatywa ngumbane Qaphel...

Page 14: ...uphekeka okugqithisileyo kwiikona 5 Imicu emincinane yefoyile yealuminam inokusetyenziswe ukuthintela ukuphekeka okugqithisileyo kweendawo ezivelileyo Kodwa lumka ungayisebenzisi kakhulu kwaye ugcine...

Page 15: ...lokuqalisa iseshoni yokupheka Iqhosha lexesha Linikeza iisetingi ezibonakalayo zexesha ngokulula kubhontsi wakho ukukhetha ixesha olinqwenelayo lokupheka ukuya kwimizuzu engama 30 kwiseshoni yokupheka...

Page 16: ...ye ezitshizekileyo Musa ukusisebenzisa isicoci esikhuhlayo 5 Musa ukuyivumela iphaneli yolawulo ibe manzi Coca ngelaphu elithambileyo elifumileyo Xa ucoca iphaneli yolawulo lushiye luvulekile ucango u...

Page 17: ...zi 6 ezintandathu zesiqinisekiso unokufumana imbuyekezo yexabiso lokwenene elihlawulweyo okanye uyitshintshise imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanayo ngentengo 2 2 Zingaphelanga iinyanga zokuqa...

Page 18: ...Uhhavini akumele ulungiswe noma ukhandwe omunye umuntu ngaphandle komuntu okufundele lokhu OKUQUKETHWE ISEXWAYISO SOKUGWEMA UKUTHOLA AMANDLA AMANINGI NGOKWEQILE KUMAKHROWEYIVU 1 IMIYALELO YOKUPHEPHA E...

Page 19: ...ashiyi imikhiqizo yamaphepha izinto zokupheka noma ukudla phakathi kuhhavini uma ungasebenzi 7 ISEXWAYISO Uketshezi noma okunye ukudla akumele kufudunyezwe ngesiqukathi esivalwayo ngoba kungaqhuma 8 U...

Page 20: ...yisicaba enganyakazi ekwaziyo ukumelana nezisindo sayo kanye nokudla okunesisindo esikhulu okungase kuphekwe kuyo 4 Ungawubeki uhhavini lapho kuba khona nokushisa umswakamo noma ukuba manzi okukhulu n...

Page 21: ...oma ezinye izingozi ezingabangela ukulimala kukahhavini ISEXWAYISO Ukungasebenzisi ngendlela intambo yokweseka kungabangela ukushaywa ugesi Qaphela 1 Uma unemibuzo mayelana nokwesekela noma imiyalelo...

Page 22: ...mise ukuphekeka ngaphezulu kwesikhathi esifanele 5 Imicu yocwecwe ingasetshenziswa ukuvikela ukuphekeka ngokweqile kwezindawo ezivelile Kodwa uqaphele ungasebenzisi eningi futhi kumele ibanga phakathi...

Page 23: ...kupheka Iswishi yokokubeka isikhathi Ngaleswishi ukhetha isikhathi ofuna ukupheka ngaso esingafinyelela emizuzwini engama 30 uma upheka Ukupheka kumakhroweyivu Kukhona amazinga ayisithupha amandla oku...

Page 24: ...gendwangu eswakeme ukususa ukungcola kokuchithekile Ungasebenzisi okokuhlanza okuhayayo 5 Ungavumeli iphaneli yokulawula ibe manzi Hlanza ngendwangu eswakeme ethambile Uma uhlanza iphaneli yokulawula...

Page 25: ...ngalemigomo 2 3 Ezinyangeni zokuqala eziyi 6 isithupha zewaranti uzobuyiselwa imali eyinani athenga ngalo noma ashintshise umkhiqizo athathe ofanayo noma onjengawo othengisa ngenani elifanayo 2 2 Emv...

Reviews: